IMizekeliso 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ulindelo lwamalungisa luluvuyo,+ kodwa ithemba labangendawo liya kutshabalala.+ IMizekeliso 14:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+ 2 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+
32 Ngenxa yobubi bakhe ongendawo uya kutyhalwa awe,+ kodwa ilungisa liya kufumana indawo yokusabela kwingqibelelo yalo.+
9 Bona aba baya kuva isohlwayo sesigwebo+ sentshabalalo engunaphakade+ bemke phambi kweNkosi nakuzuko lwamandla ayo,+