IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 15:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Lwathi utshaba, ‘Ndobasukela!+ Ndobafumana!+

      Ndolahlula ixhoba!+ Umphefumlo wam wozanelisa ngabo!

      Ndolirhola ikrele lam! Sibagxothe isandla sam!’+

  • INdumiso 146:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Uyaphuma umoya wakhe,+ abuyele yena emhlabeni wakhe;+

      Ngaloo mini ziyatshabalala iingcamango zakhe.+

  • INtshumayeli 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+

  • Luka 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share