IMizekeliso 19:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Into enqwenelekayo kumntu wasemhlabeni bububele bakhe bothando;+ yaye osweleyo ulunge ngakumbi kunomntu oxokayo.+ Daniyeli 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko ke, kumkani, ngamana icebo lam lingabonakala lilungile kuwe,+ uze uzisuse izono zakho ngobulungisa,+ nobugwenxa bakho ngokubenzela inceba abo bangamahlwempu.+ Mhlawumbi iya kwandiswa impumelelo yakho.’”+ Luka 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+ 2 Korinte 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala.
22 Into enqwenelekayo kumntu wasemhlabeni bububele bakhe bothando;+ yaye osweleyo ulunge ngakumbi kunomntu oxokayo.+
27 Ngoko ke, kumkani, ngamana icebo lam lingabonakala lilungile kuwe,+ uze uzisuse izono zakho ngobulungisa,+ nobugwenxa bakho ngokubenzela inceba abo bangamahlwempu.+ Mhlawumbi iya kwandiswa impumelelo yakho.’”+
38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+
6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala.