IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Emva koko uFaro wathi kuYosefu: “Ekubeni uThixo ekwazisile konke oku,+ akukho bani uyingqondi nosisilumko njengawe.+

  • 1 Samuweli 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Omnye ke kubalindi waphendula waza wathi: “Khangela! Ndiyibonile indlela unyana kaYese waseBhetelehem anobuchule ngayo ekudlaleni,+ yaye uyindoda elikroti,+ enamandla nendoda yemfazwe+ nesithethi esinengqiqo+ nendoda emile kakuhle,+ yaye uYehova unaye.”+

  • Luka 16:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye inkosi yalo yalincoma igosa, nakuba lingenabulungisa, ngokuba lenza ngobulumko bobuqili;+ kuba oonyana bale nkqubo yezinto banobulumko bobuqili ngakumbi kwisizukulwana sabo kunokuba benjalo oonyana bokukhanya.+

  • Yohane 7:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Amagosa aphendula athi: “Akuzange kubekho omnye umntu othetha njengalo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share