IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Waza uDavide wathi kuSawule: “Makungawi ntliziyo yakhe nawuphi na umntu ngaphakathi kwakhe.+ Umkhonzi wakho lo uya kuya aze okunene alwe nalo mFilisti.”+

  • 1 Samuweli 17:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Ngale mini uYehova uya kukunikezela esandleni sam,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kukubulala ndize ndiyisuse intloko yakho kuwe; yaye ngokuqinisekileyo izidumbu zenkampu yamaFilisti ndiya kuzinika iintaka zezulu namarhamncwa omhlaba ngale mini;+ baze abantu bomhlaba wonke bazi ukuba kukho uThixo ongowakwaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share