2 Samuweli 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, uDavide wamphendula uRekabi noBhahana umntakwabo, oonyana bakaRimon umBheheroti, wathi kubo: “Ephila nje+ uYehova owakhulula+ umphefumlo wam+ kuko konke ukubandezeleka,+ Mateyu 12:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 kuba ngamazwi akho uya kuvakaliswa ulilungisa, yaye ngamazwi akho uya kugwetyelwa isohlwayo.”+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
9 Noko ke, uDavide wamphendula uRekabi noBhahana umntakwabo, oonyana bakaRimon umBheheroti, wathi kubo: “Ephila nje+ uYehova owakhulula+ umphefumlo wam+ kuko konke ukubandezeleka,+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+