1 Samuweli 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe;+ yaye uYehova umele andiphindezelele+ kuwe, kodwa esam isandla asiyi kuba phezu kwakho.+ 1 Samuweli 26:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 USawule wathi kuDavide: “Ngamana ungasikelelwa wena, nyana wam Davide. Nakanjani na akuyi kusebenza ke kuphela kodwa nakanjani na uya kuphumelela.”+ Waza uDavide wahamba; ke yena uSawule, wabuyela endaweni yakhe.+ 2 Samuweli 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uNatan wathi kuDavide: “Wena ngokwakho uyiloo ndoda! Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Mna ndakuthambisa+ njengokumkani phezu koSirayeli, yaye mna ndakuhlangula+ esandleni sikaSawule.
12 Ngamana uYehova angagweba phakathi kwam nawe;+ yaye uYehova umele andiphindezelele+ kuwe, kodwa esam isandla asiyi kuba phezu kwakho.+
25 USawule wathi kuDavide: “Ngamana ungasikelelwa wena, nyana wam Davide. Nakanjani na akuyi kusebenza ke kuphela kodwa nakanjani na uya kuphumelela.”+ Waza uDavide wahamba; ke yena uSawule, wabuyela endaweni yakhe.+
7 Wandula ke uNatan wathi kuDavide: “Wena ngokwakho uyiloo ndoda! Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Mna ndakuthambisa+ njengokumkani phezu koSirayeli, yaye mna ndakuhlangula+ esandleni sikaSawule.