Mateyu 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Banoyolo abanoxolo,+ kuba baya kubizwa ngokuba ‘ngoonyana+ bakaThixo.’ Mateyu 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho wenza isono, yiya usidandalazise isiphoso sakhe phakathi kwakho naye ninedwa.+ Ukuba uyakuphulaphula, umzuzile umzalwana wakho.+
15 “Ngaphezu koko, ukuba umzalwana wakho wenza isono, yiya usidandalazise isiphoso sakhe phakathi kwakho naye ninedwa.+ Ukuba uyakuphulaphula, umzuzile umzalwana wakho.+