Nehemiya 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ukumkani wathi kum: “Kutheni na udakumbile+ nje kodwa ungaguli? Oku kukudakumba kwentliziyo.”+ Ndoyika kakhulu. INdumiso 38:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiphazamisekile, ndithobe ngomlinganiselo ogqithileyo;+Imini yonke ndihambahamba ndibuhlungu.+ IMizekeliso 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Intliziyo evuyayo iba nomphumo omhle kwinkangeleko,+ kodwa ngenxa yobuhlungu bentliziyo umoya uyaxhwaleka.+ Mateyu 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+
2 Ngoko ukumkani wathi kum: “Kutheni na udakumbile+ nje kodwa ungaguli? Oku kukudakumba kwentliziyo.”+ Ndoyika kakhulu.
13 Intliziyo evuyayo iba nomphumo omhle kwinkangeleko,+ kodwa ngenxa yobuhlungu bentliziyo umoya uyaxhwaleka.+
25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+