Eksodus 21:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukuba ubekelwe intlawulelo, ngoko umele alirhole ixabiso elo lokukhulula umphefumlo wakhe ngako konke oko kubekwe phezu kwakhe.+ Yeremiya 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa kwafumaneka amadoda alishumi phakathi kwawo, awathi ngoko nangoko kuIshmayeli: “Musa ukusibulala, kuba sinobuncwane obufihliweyo endle, ingqolowa nerhasi neoli nobusi.”+ Ngoko wawayeka, akawabulala phakathi kwabazalwana bawo.
30 Ukuba ubekelwe intlawulelo, ngoko umele alirhole ixabiso elo lokukhulula umphefumlo wakhe ngako konke oko kubekwe phezu kwakhe.+
8 Kodwa kwafumaneka amadoda alishumi phakathi kwawo, awathi ngoko nangoko kuIshmayeli: “Musa ukusibulala, kuba sinobuncwane obufihliweyo endle, ingqolowa nerhasi neoli nobusi.”+ Ngoko wawayeka, akawabulala phakathi kwabazalwana bawo.