2 Kumkani 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wayithabathela ekuthinjweni+ yonke iYerusalem nazo zonke iinkosana+ nawo onke amadoda angamakroti,+ anamandla—wathabathela ekuthinjweni ishumi lamawaka—nazo zonke iingcibi+ nabakhi bodonga lokukhusela. Akukho namnye owasala ngasemva ngaphandle kodidi olusweleyo+ lwabantu belo lizwe. Yeremiya 39:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+
14 Wayithabathela ekuthinjweni+ yonke iYerusalem nazo zonke iinkosana+ nawo onke amadoda angamakroti,+ anamandla—wathabathela ekuthinjweni ishumi lamawaka—nazo zonke iingcibi+ nabakhi bodonga lokukhusela. Akukho namnye owasala ngasemva ngaphandle kodidi olusweleyo+ lwabantu belo lizwe.
10 Ke inxalenye yabantu, izisweli ezazingenanto konke konke, uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wayishiya kwilizwe lakwaYuda;+ yaye wayinika izidiliya nenkonzo yesinyanzelo ngaloo mini.+