Yobhi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Kwaye kukho indoda kwilizwe laseUtse+ egama linguYobhi;+ yaye loo ndoda yangqineka ingenakusoleka,+ ithe tye,+ imoyika uThixo+ kwaye iphambuka ebubini.+ IZenzo 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 kodwa kwiintlanga zonke umntu omoyikayo aze asebenze ubulungisa wamkelekile kuye.+
1 Kwaye kukho indoda kwilizwe laseUtse+ egama linguYobhi;+ yaye loo ndoda yangqineka ingenakusoleka,+ ithe tye,+ imoyika uThixo+ kwaye iphambuka ebubini.+