Roma 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba abo bawuvayo umthetho asingabo abangamalungisa phambi koThixo, kodwa abenzi+ bomthetho baya kuvakaliswa bengamalungisa.+ 1 Korinte 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba eneneni thina sonke sabhaptizelwa mzimbeni mnye,+ ngamoya mnye, nokuba singamaYuda okanye amaGrike, nokuba singamakhoboka okanye abakhululekileyo, sonke sasezwa+ moyeni mnye. Galati 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+
13 Kuba abo bawuvayo umthetho asingabo abangamalungisa phambi koThixo, kodwa abenzi+ bomthetho baya kuvakaliswa bengamalungisa.+
13 Kuba eneneni thina sonke sabhaptizelwa mzimbeni mnye,+ ngamoya mnye, nokuba singamaYuda okanye amaGrike, nokuba singamakhoboka okanye abakhululekileyo, sonke sasezwa+ moyeni mnye.
28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+