INdumiso 111:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+ ש [Sin]Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+ ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+ Efese 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yoku musani ukuba ngabangenangqiqo, kodwa qhubekani+ nikuqonda into okuyiyo ukuthanda+ kukaYehova.
10 Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+ ש [Sin]Bonke abo bayenzayo banengqiqo elungileyo.+ ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+
17 Ngenxa yoku musani ukuba ngabangenangqiqo, kodwa qhubekani+ nikuqonda into okuyiyo ukuthanda+ kukaYehova.