IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yigcineni ke nize niyenze, kuba oku kububulumko+ kuni nokuqonda+ kuni phambi kwamehlo ezizwana eziya kuva ngayo yonke le mimiselo, zize ngokuqinisekileyo zithi, ‘Olu hlanga lukhulu ngokungathandabuzekiyo lungabantu abanobulumko nokuqonda.’+

  • Yoshuwa 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Le ncwadi yomthetho ayifanele isuke emlonyeni wakho,+ yaye umele uyifunde ngesandi esiphantsi imini nobusuku, ukuze wenze ngenyameko ngokuvumelana nako konke oko kubhalwe kuyo;+ kuba ke ngoko uya kuyenza iphumelele indlela yakho wandule ke wenze ngobulumko.+

  • 1 Kumkani 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kwaye umele ugcine imbopheleleko kuYehova uThixo wakho ngokuhamba ezindleleni zakhe,+ ngokugcina imimiselo yakhe, imiyalelo yakhe nezigwebo zakhe+ nezingqino zakhe, ngokuvumelana noko kubhalwe kumthetho kaMoses,+ ukuze wenze ngokunengqiqo kuyo yonke into oyenzayo nakuyo yonke indawo ojika kuyo;

  • IMizekeliso 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ukuze ufumane ubabalo nengqiqo elungileyo emehlweni kaThixo nawomntu wasemhlabeni.+

  • 2 Timoti 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kuba uyaze kwasebusaneni+ imibhalo engcwele, enako ukukunika ubulumko obusa elusindisweni+ ngokukholwa kuKristu Yesu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share