IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 42:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye nguYosefu indoda eyayisemagunyeni kwelo lizwe.+ Nguye owayethengisela bonke abantu bomhlaba.+ Ngoko ke abantakwabo Yosefu beza baza baqubuda kuye ngobuso emhlabeni.+

  • Isaya 60:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Oonyana babo bakuxhwalekisayo bamele baye kuwe, baqubude;+ nabo bonke abo bakuphatha ngokungenantlonelo bamele bagobe phantsi ezintendeni zeenyawo zakho,+ yaye kuya kufuneka bakubize ngokuba usisixeko sikaYehova, iZiyon+ yaLowo Ungcwele kaSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share