-
Isaya 45:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Utsho uYehova ukuthi: “Abasebenzi abangahlawulwayo baseYiputa+ nabarhwebi baseTiyopiya namaShebha,+ amadoda amade,+ baya kuza kuwe, babe ngabakho.+ Baya kuhamba emva kwakho; baya kuza besemakhamandeleni,+ baqubude kuwe.+ Baya kuthandaza kuwe, besithi, ‘Eneneni uThixo umanyene nawe,+ yaye akakho omnye; akakho omnye uThixo.’”+
-