Luka 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Bandula ke bathabatheka ngokugqithiseleyo+ bonke, bamzukisa uThixo, baza bazaliswa luloyiko, besithi: “Sibone izinto ezingaqhelekanga namhlanje!”+ IZenzo 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko, bakuba bebasongele ngokubhekele phaya, babakhulula, ekubeni bengazange bafumane nasiphi na isizathu abanokubohlwayela sona nangenxa yabantu,+ kuba bonke babemzukisa uThixo ngenxa yoko kwakwenzekile; Galati 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko aqalisa ukumzukisa+ uThixo ngenxa yam.
26 Bandula ke bathabatheka ngokugqithiseleyo+ bonke, bamzukisa uThixo, baza bazaliswa luloyiko, besithi: “Sibone izinto ezingaqhelekanga namhlanje!”+
21 Ngoko, bakuba bebasongele ngokubhekele phaya, babakhulula, ekubeni bengazange bafumane nasiphi na isizathu abanokubohlwayela sona nangenxa yabantu,+ kuba bonke babemzukisa uThixo ngenxa yoko kwakwenzekile;