IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Umnqweno wabalulamileyo ngokuqinisekileyo uya kuwuva,+ Yehova.

      Uya kuyilungisa intliziyo yabo.+

      Uya kunikela ingqalelo ngendlebe yakho,+

  • Hebhere 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngemihla yenyama yakhe [uKristu] wanikela izikhungo kwanezibongozo+ kuLowo wayekwazi ukumsindisa ekufeni, esitsho ngezikhalo ezinamandla+ neenyembezi, yaye waviwa ngokukholekileyo ngenxa yoloyiko lwakhe lobuthixo.+

  • Yakobi 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko ke zivumeni ekuhleni+ izono zenu omnye komnye nize nithandazelane, ukuze niphiliswe.+ Isikhungo somntu olilungisa, xa sisebenza, sinamandla amakhulu.+

  • 1 Petros 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+

  • 1 Yohane 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share