Duteronomi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka. INdumiso 146:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova ulinda abaphambukeli;+Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+
18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka.
9 UYehova ulinda abaphambukeli;+Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+