INdumiso 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza okubi,+Ukuze akunqumle ukukhankanywa kwabo emhlabeni.+ INdumiso 138:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova uphakamile, ukanti uyambona othobekileyo;+Kodwa ophakamileyo umazela mgama kuphela.+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+