Levitikus 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo. Yeremiya 44:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+ Hezekile 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye ndimele ndibhekise ubuso bam kuloo ndoda+ ndize ndiyibeke njengomqondiso+ nomzekelo,+ ndiyinqumle phakathi kwabantu bam;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.”’+ Amosi 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+
10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.
11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+
8 Yaye ndimele ndibhekise ubuso bam kuloo ndoda+ ndize ndiyibeke njengomqondiso+ nomzekelo,+ ndiyinqumle phakathi kwabantu bam;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova.”’+
4 Nokuba baya ekuthinjweni phambi kweentshaba zabo, nalapho ndiya kuliyalela ikrele, yaye limele libabulale;+ ndiza kuwamisa kubo amehlo am kube bububi, kungabi kukulungelwa.+