INdumiso 37:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yiqengqele kuYehova indlela yakho,+Uze uthembele ngaye,+ kwaye yena uya kwenza.+ INdumiso 55:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Umthwalo wakho wulahlele kuYehova,+Yaye yena wokuxhasa.+Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe.+ Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+ Filipi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+ 1 Petros 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 liphoseni kuye lonke ixhala lenu,+ kuba unikhathalele.+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+