IMizekeliso 25:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Mabashenxiswe abangendawo phambi kokumkani,+ ize itrone yakhe imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+ IMizekeliso 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Apho ukumkani agweba abasweleyo ngenyaniso,+ itrone yakhe iya kumiselwa ngokuqinileyo lonke ixesha.+ ISityhilelo 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+
5 Mabashenxiswe abangendawo phambi kokumkani,+ ize itrone yakhe imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+
14 Apho ukumkani agweba abasweleyo ngenyaniso,+ itrone yakhe iya kumiselwa ngokuqinileyo lonke ixesha.+
11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+