IMizekeliso 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+ IMizekeliso 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ububele bothando nenyaniso—ziyamlondoloza ukumkani;+ yaye ngobubele bothando uyayixhasa itrone yakhe.+ IMizekeliso 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Apho ukumkani agweba abasweleyo ngenyaniso,+ itrone yakhe iya kumiselwa ngokuqinileyo lonke ixesha.+ Isaya 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Yaye ngokuqinisekileyo itrone iya kumiselwa ngokuqinileyo ngobubele bothando;+ kuhlale kuyo onenyaniso ententeni kaDavide,+ egweba ngokusesikweni yaye ekhawuleza ukuphumeza ubulungisa.”+
12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+
28 Ububele bothando nenyaniso—ziyamlondoloza ukumkani;+ yaye ngobubele bothando uyayixhasa itrone yakhe.+
14 Apho ukumkani agweba abasweleyo ngenyaniso,+ itrone yakhe iya kumiselwa ngokuqinileyo lonke ixesha.+
5 “Yaye ngokuqinisekileyo itrone iya kumiselwa ngokuqinileyo ngobubele bothando;+ kuhlale kuyo onenyaniso ententeni kaDavide,+ egweba ngokusesikweni yaye ekhawuleza ukuphumeza ubulungisa.”+