INtshumayeli 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaza kwafunyanwa kuso umntu, osweleyo kodwa esisilumko, waza wasisindisa isixeko ngobulumko bakhe.+ Kodwa akukho mntu wamkhumbulayo loo mntu usweleyo.+ INtshumayeli 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+
15 Kwaza kwafunyanwa kuso umntu, osweleyo kodwa esisilumko, waza wasisindisa isixeko ngobulumko bakhe.+ Kodwa akukho mntu wamkhumbulayo loo mntu usweleyo.+
4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+