IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 20:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kwaoko umfazi lowo waya ngobulumko+ bakhe kubantu bonke, baza bayinqumla intloko kaShebha unyana kaBhikeri, bayiphosa kuYowabhi. Ke yena wavuthela isigodlo,+ baza ngoko bachithachitheka bemka kuso isixeko, ngamnye waya ekhayeni lakhe; uYowabhi yena wabuyela eYerusalem kukumkani.

  • INtshumayeli 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba ubulumko buyakhusela+ njengokuba nemali ikhusela;+ kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko bubagcina bephila abo banabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share