Yohane 6:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 USimon Petros+ wamphendula wathi: “Nkosi, siya kumka siye kubani na?+ Nguwe onamazwi obomi obungunaphakade;+ IZenzo 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo. Kolose 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ilizwi likaKRISTU malihlale kuni ngokobutyebi ninabo bonke ubulumko.+ Qhubekani nifundisana+ kwaye nilulekana ngeendumiso,+ ngemibongo kuThixo, ngeengoma zokomoya+ ninombulelo, nimvumela ezintliziyweni zenu uYehova.+
68 USimon Petros+ wamphendula wathi: “Nkosi, siya kumka siye kubani na?+ Nguwe onamazwi obomi obungunaphakade;+
26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo.
16 Ilizwi likaKRISTU malihlale kuni ngokobutyebi ninabo bonke ubulumko.+ Qhubekani nifundisana+ kwaye nilulekana ngeendumiso,+ ngemibongo kuThixo, ngeengoma zokomoya+ ninombulelo, nimvumela ezintliziyweni zenu uYehova.+