IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Nikhonze khona oothixo+ abayimveliso yezandla zomntu, umthi nelitye,+ ezingaboniyo nezingevayo nezingadliyo nezingajojiyo.+

  • 1 Kronike 16:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba bonke oothixo bezizwana ngoothixo abangenaxabiso.+

      Yena uYehova, wenze amazulu.+

  • Isaya 44:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngubani na oyile uthixo okanye otyhide umfanekiso oqingqiweyo?+ Akubanga yingenelo konke konke oko.+

  • Yeremiya 10:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Amasiko ezizwana+ angumphunga nje, kuba izithixo zazo zingumthi nje+ ogawulwa ehlathini, umsebenzi wezandla zengcibi ngenkxola+

  • IZenzo 17:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ekubeni, ke ngoko, siyinzala kaThixo,+ sifanele singacingi ukuba Lowo Ungokobuthixo+ unjengegolide okanye isilivere okanye ilitye, njengento eqingqwe ngobugcisa nokuyila komntu.+

  • 1 Korinte 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share