IMizekeliso 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bubugwenxa entliziyweni yakhe.+ Uyila ububi ngalo lonke ixesha.+ Ubangela usukuzwano kuphela.+ Daniyeli 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke amagosa aphakamileyo namabamba azama ukufumana isizathu sokumbek’ ibala uDaniyeli ngokuphathelele ubukumkani;+ kodwa awafumananga nakunye ukunganyaniseki nokungakhathali kuye, kuba wayethembekile.+
4 Ngoko ke amagosa aphakamileyo namabamba azama ukufumana isizathu sokumbek’ ibala uDaniyeli ngokuphathelele ubukumkani;+ kodwa awafumananga nakunye ukunganyaniseki nokungakhathali kuye, kuba wayethembekile.+