Eksodus 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Uze ungamkeli sinyobo, kuba isinyobo siyabamfamekisa ababona kakuhle yaye sinokuwagqwetha amazwi amalungisa.+ Duteronomi 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa. IMizekeliso 29:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukumkani ulimisa ngokusesikweni ilizwe,+ kodwa umntu owamkela isinyobo uyalichitha.+ Isaya 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+
8 “Uze ungamkeli sinyobo, kuba isinyobo siyabamfamekisa ababona kakuhle yaye sinokuwagqwetha amazwi amalungisa.+
19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.
23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+