IMizekeliso 10:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Umlomo welungisa—uthwala isiqhamo sobulumko,+ kodwa ulwimi olugwenxa luya kunqunyulwa.+ IMizekeliso 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Isiqhamo selungisa ngumthi wobomi,+ nozuza imiphefumlo sisilumko.+ Mateyu 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Noko ke, izinto eziphuma emlonyeni ziphuma entliziyweni, kwaye ezo zinto zimenza inqambi umntu.+ Efese 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+ Yakobi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.
29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+
6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.