5 Abaqhubi baselwandle baqalisa ukoyika baza bamemeza becela uncedo, ngamnye kuthixo wakhe.+ Kwaye baqhubeka beyilahla elwandle impahla eyayisenqanaweni, ukuze bayenze ibe khaphukhaphu.+ Kodwa uYona wehla waya kumgangatho osezantsi wenqanawa, waza walala yoyi.+