INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+ Isaya 41:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Khangela! Bonke bayinto engekhoyo. Imisebenzi yabo yinto engento. Imifanekiso yabo etyhidiweyo ingumoya nelize.+ 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+
29 Khangela! Bonke bayinto engekhoyo. Imisebenzi yabo yinto engento. Imifanekiso yabo etyhidiweyo ingumoya nelize.+
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+