IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Xa athe umntu wenza isibhambathiso+ kuYehova okanye wafunga isifungo+ sokuwubopha ngesibhambathiso sokuzila+ umphefumlo wakhe, makangalaphuli ilizwi lakhe.+ Makenze ngokwako konke okuphume emlonyeni wakhe.+

  • INdumiso 66:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ndiya kuza endlwini yakho neminikelo etshiswa kuphele;+

      Ndiya kuzifezekisa kuwe izibhambathiso zam+

  • INdumiso 116:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ndiya kuzifezekisa izibhambathiso zam kuYehova,+

      Ewe, phambi kwabo bonke abantu bakhe,+

  • Yona 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Kodwa ke mna, ndiza kukubingelela ngelizwi lombulelo.+

      Oko ndikubhambathisileyo, ndiza kukufezekisa.+ LolukaYehova usindiso.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share