INdumiso 49:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba xa esifa akanakuthabatha nantoni na;+Uzuko lwakhe aluyi kuhla naye.+ Luka 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+ 1 Timoti 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asingenanga nanto ehlabathini, ngoko ke asinakuphuma nanto.+
20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+