Yobhi 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 wathi: “Ndaphuma ndize esiswini sikama,+Yaye ndiya kubuyela khona ndize.+NguYehova onikileyo,+ yaye nguYehova othabathileyo.+Maliqhubeke libongwa igama likaYehova.”+ INtshumayeli 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kanye njengokuba ubani waphumayo esiswini sikanina, uya kubuya emke eze,+ kanye njengoko wezayo; akukho nto anokuyithwala emsebenzini onzima awenzileyo,+ anokuyithabatha ngesandla sakhe. Luka 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+ 1 Timoti 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+
21 wathi: “Ndaphuma ndize esiswini sikama,+Yaye ndiya kubuyela khona ndize.+NguYehova onikileyo,+ yaye nguYehova othabathileyo.+Maliqhubeke libongwa igama likaYehova.”+
15 Kanye njengokuba ubani waphumayo esiswini sikanina, uya kubuya emke eze,+ kanye njengoko wezayo; akukho nto anokuyithwala emsebenzini onzima awenzileyo,+ anokuyithabatha ngesandla sakhe.
20 Kodwa uThixo wathi kuso, ‘Wena ungenangqiqo, ngobu busuku bayawufuna kuwe umphefumlo wakho.+ Ziya kuba zezikabani na ke ezo zinto uziqwebileyo?’+
17 Bayale abo bazizityebi+ kule nkqubo yezinto ukuba bangaziphakamisi,+ bangathembeli kubutyebi obungaqinisekanga,+ kodwa mabathembele kuThixo, osinika zonke izinto ngokobutyebi ukuze sizinandiphe;+