Yobhi 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Oonyana bakhe banikwa imbeko, kodwa yena akakwazi oko;+Bayadelelwa, kodwa akabaqwalaseli. IMizekeliso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Musa ukuqhayisa ngemini elandelayo,+ kuba akukwazi okuya kuzalwa yiloo mini.+ INtshumayeli 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akukho bani ukwaziyo oko kuya kubakho,+ ngenxa yokuba ngubani na onokuyixela indlela okuya kubakho ngayo? Yakobi 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+
7 Akukho bani ukwaziyo oko kuya kubakho,+ ngenxa yokuba ngubani na onokuyixela indlela okuya kubakho ngayo?
14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+