1 Kumkani 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye wahlabela mgama wathi kuYerobhoham: “Zithabathele iziqwenga ezilishumi; kuba utshilo uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Ndiyabukrazula ubukumkani esandleni sikaSolomon, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika izizwe ezilishumi.+ 1 Kumkani 11:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Yaye imihla awalawula ngayo uSolomon eYerusalem uSirayeli wonke yaba yiminyaka engamashumi amane.+ INtshumayeli 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Amazwi omhlanganisi,+ unyana kaDavide ukumkani waseYerusalem.+
31 Yaye wahlabela mgama wathi kuYerobhoham: “Zithabathele iziqwenga ezilishumi; kuba utshilo uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Ndiyabukrazula ubukumkani esandleni sikaSolomon, kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika izizwe ezilishumi.+
42 Yaye imihla awalawula ngayo uSolomon eYerusalem uSirayeli wonke yaba yiminyaka engamashumi amane.+