3 Kuba ngobubele obungasifanelanga endabunikwayo ndixelela wonk’ ubani apho phakathi kwenu ukuba angazicingeli ngaphezu koko amelwe kukuzicingela ngako;+ kodwa makacinge khon’ ukuze abe nengqondo ephilileyo,+ ngamnye njengoko uThixo amabele umlinganiselo+ wokholo.+