IMizekeliso 26:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngaba ukhe wambona umntu osisilumko kwawakhe amehlo?+ Kukho ithemba ngakumbi kosisiyatha+ kunaye. Isaya 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yeha ke abo bazizilumko kwawabo amehlo nabaziingqondi phambi kobuso babo!+ Roma 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+
16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+