1 Samuweli 25:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Emva koko kwadlula malunga neshumi leentsuku waza ke uYehova wambetha+ uNabhali, wafa. INdumiso 55:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+ IMizekeliso 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ukoyika uYehova kuya kongeza imihla,+ kodwa iminyaka yabangendawo iya kunqunyulwa.+
23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+