Genesis 38:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa uEre, izibulo likaYuda, wangqineka embi emehlweni kaYehova;+ ngoko ke uYehova wambulala.+ Genesis 38:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaba kubi emehlweni kaYehova oko wakwenzayo;+ ngoko ke wambulala naye.+ 2 Samuweli 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wavutha ke umsindo kaYehova+ ku-Uza yaye uTHIXO oyinyaniso wambetha+ apho ngenxa yeso senzo sokungahloneli Thixo, wafela apho kufuphi netyeya kaTHIXO oyinyaniso.+ 2 Kumkani 19:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+ IZenzo 12:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngephanyazo ingelosi kaYehova yamxabela,+ ngenxa yokuba engamnikanga uzuko uThixo;+ yaye wadliwa ziimpethu waza wabhubha.
7 Wavutha ke umsindo kaYehova+ ku-Uza yaye uTHIXO oyinyaniso wambetha+ apho ngenxa yeso senzo sokungahloneli Thixo, wafela apho kufuphi netyeya kaTHIXO oyinyaniso.+
35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+
23 Ngephanyazo ingelosi kaYehova yamxabela,+ ngenxa yokuba engamnikanga uzuko uThixo;+ yaye wadliwa ziimpethu waza wabhubha.