1 Kumkani 1:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Bonke abo babemenyiwe ababekunye noAdoniya bangcangcazela baza baphakama ngamnye wahamba indlela yakhe.+ IMizekeliso 20:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Umothuso wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci.+ Nabani na omenza avuthe ngumsindo wona nxamnye nomphefumlo wakhe.+
49 Bonke abo babemenyiwe ababekunye noAdoniya bangcangcazela baza baphakama ngamnye wahamba indlela yakhe.+
2 Umothuso wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci.+ Nabani na omenza avuthe ngumsindo wona nxamnye nomphefumlo wakhe.+