IMizekeliso 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+ INtshumayeli 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+
12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+
4 Ukuba umoya womlawuli uyanyuka nxamnye nawe, musa ukuyishiya indawo yakho,+ ngokuba ukuzola kuthintela izono ezinzulu.+