IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wathi kumfazi: “Ndiya kuyandisa kakhulu intlungu ekumitheni kwakho;+ uya kuzala abantwana+ unenimba, ize inkanuko yakho ibe sendodeni yakho, yona ikulawule.”+

  • Eksodus 1:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye abenza bakrakra ubomi babo ngokubatsalisa nzima ebukhobokeni, besenza udaka lodongwe+ nezitena nawo wonke umsebenzi wobukhoboka wasendle,+ ewe, wonke umsebenzi wobukhoboka ababanyanzela ngobuzwilakhe ukuba bawenze.+

  • 2 Kumkani 25:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bababulala ngogonyamelo oonyana bakaZedekiya phambi kwamehlo akhe,+ kwaye amehlo kaZedekiya wawatyhaphaza,+ emva koko wambopha ngamakhamandela obhedu,+ wamzisa eBhabhiloni.+

  • Mika 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Izandla zabo ziphezu kobubi, ukuba bakwenze kakuhle;+ inkosana icela okuthile, nogwebayo wenjenjalo ngomvuzo,+ nomkhulu uthetha okunqwenelwa ngumphefumlo wakhe, owakhe kanye;+ benjenjalo ke ukuyiphotha.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share