IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “NdinguYehova uThixo wakho,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa, endlwini yobukhoboka.+

  • Levitikus 25:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Uze ungamcinezeli ngobuzwilakhe,+ umele woyike uThixo wakho.+

  • Levitikus 26:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+

  • IMizekeliso 29:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+

  • Isaya 14:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 lowo ubetha izizwana ngokuvutha komsindo, ebetha ngokungapheziyo,+ lowo woyisa iintlanga ngomsindo opheleleyo ngentshutshiso engathintelwayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share