Duteronomi 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye nimele nidle khona phambi koYehova uThixo+ wenu, nibe nemihlali ngako konke enikwenzileyo,+ nina nezindlu zenu, ngokuba ekusikelele uYehova uThixo wakho. 1 Kumkani 8:66 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 66 Ngosuku lwesibhozo wabandulula abantu;+ yaye baqalisa ukumsikelela ukumkani baza baya emakhayeni abo, benemihlali+ yaye bechwayitile entliziyweni+ ngako konke ukulunga+ uYehova awayekwenzele uDavide umkhonzi wakhe namaSirayeli abantu bakhe. INdumiso 104:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+ INtshumayeli 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Akukho nto elunge ngakumbi emntwini kunokuba adle, asele aze enze umphefumlo wakhe ubone okulungileyo ngenxa yokusebenza kwakhe nzima.+ Kwanako oku ndikubonile mna, ukuba oku kuvela esandleni soTHIXO oyinyaniso.+
7 Yaye nimele nidle khona phambi koYehova uThixo+ wenu, nibe nemihlali ngako konke enikwenzileyo,+ nina nezindlu zenu, ngokuba ekusikelele uYehova uThixo wakho.
66 Ngosuku lwesibhozo wabandulula abantu;+ yaye baqalisa ukumsikelela ukumkani baza baya emakhayeni abo, benemihlali+ yaye bechwayitile entliziyweni+ ngako konke ukulunga+ uYehova awayekwenzele uDavide umkhonzi wakhe namaSirayeli abantu bakhe.
15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+
24 Akukho nto elunge ngakumbi emntwini kunokuba adle, asele aze enze umphefumlo wakhe ubone okulungileyo ngenxa yokusebenza kwakhe nzima.+ Kwanako oku ndikubonile mna, ukuba oku kuvela esandleni soTHIXO oyinyaniso.+