INtshumayeli 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khangela! Eyona nto ilungileyo ndiyibonileyo, nentle, kukuba ubani adle, asele aze abone okulungileyo ekusebenzeni kwakhe nzima+ akusebenzayo phantsi kwelanga ngemihla yobomi bakhe amnike yona uTHIXO oyinyaniso, kuba kusisabelo sakhe oko.
18 Khangela! Eyona nto ilungileyo ndiyibonileyo, nentle, kukuba ubani adle, asele aze abone okulungileyo ekusebenzeni kwakhe nzima+ akusebenzayo phantsi kwelanga ngemihla yobomi bakhe amnike yona uTHIXO oyinyaniso, kuba kusisabelo sakhe oko.