IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 UYuda noSirayeli babebaninzi njengentlabathi yolwandle,+ besidla kwaye besela benemihlali.+

  • INtshumayeli 2:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Akukho nto elunge ngakumbi emntwini kunokuba adle, asele aze enze umphefumlo wakhe ubone okulungileyo ngenxa yokusebenza kwakhe nzima.+ Kwanako oku ndikubonile mna, ukuba oku kuvela esandleni soTHIXO oyinyaniso.+

  • INtshumayeli 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 kwanokuba wonk’ umntu ufanele adle, asele aze ngokwenene abone okulungileyo kuko konke ukusebenza kwakhe nzima.+ Sisipho sikaThixo eso.+

  • INtshumayeli 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Yaye ndabona ukuba akukho nto ilunge ngakumbi kunokuba umntu abe nemihlali ngemisebenzi yakhe,+ kuba kusisabelo sakhe oko; ngenxa yokuba uya kungeniswa ngubani na ukuba akhangele oko kuya kubakho emva kwakhe?+

  • Isaya 65:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Abayi kwakha kuhlale abanye; abayi kutyala kudle abanye. Kuba njengemihla yomthi iya kuba njalo imihla yabantu bam;+ nomsebenzi wezandla zabanyuliweyo bam baya kuwusebenzisa ngokupheleleyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share